Emsebenzini noThixo
Xa ufunda le ncwadana, uya kothuka ukufumanisa ukuba iivesi eziseBhayibhileni zisahambelana nezinto ezenzekayo namhlanje. Zifunde, zisebenzise emsebenzini, uya kufumanisa ukuba uya kuwonwabela umsebenzi wakho kunye neentsikelelo zikaThixo kubomi bakho.
Nazi izikhokelo ezilishumi eziza kukunceda ukwenza umsebenzi wakho ngendlela ekholisa uThixo neqinisekisa ukuba ufumana iintsikelelo zakhe:
- 1.Ngqiyama ngoThixo
- 2. Sebenza nzima
- 3. Nyaniseka
- 4.Yanela
- 5.Khuthaza ubudlelwane obuhle
- 6.Zinike ixesha lokuphumla
- 7.Khonza uThixo ngomvuzo wakho
- 8.Nceda abanye abantu
- 9.Hlawula iirhafu zakho
- 10.Sebenzela ubutyebi bokwenyani
Wanga uThixo angakusikelela ngeli lixa usamthobelayo kuso nasiphi isikhundla okuso emsebenzini. Njengabakhonzi abanyanisekileyo abakulo mzekeliso, unga nawe ungafumana ubuncwane bokuva amazwi eNkosi athi.
Iziqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 1 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 2 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 3 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 4 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 5 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 6 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 7 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 8 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 9 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 10 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 11 funda isiqendu
Emsebenzini noThixo – Usuku 12 funda isiqendu
Ungabhalisa kwesi sicwangciso sokufunda kwi-BibleSA app