Bible Society of South Africa

Benediction – Day 362

Itekisi yeBhayibhile

UYOHANE 15

9Mna ndiyanithanda nina kwanjengoko uBawo andithandayo mna. Hlalani ke nikholose ngokuthandwa ndim. 10Xa niyigcina imiyalelo yam, noba nihlala nikholose ngokuthandwa ndim. Xelisani mna endiyilulameleyo imiyalelo kaBawo, ndihlala ndikholose ngokuthandwa nguye.

11“Ezi zinto ndizithethe kuni ukuze nibe novuyo enilunikwe ndim, luze uvuyo lwenu lugqibelele. 12Umyalelo endiniyala ngawo ngowokuba nithandane njengoko mna ndanithandayo. 13Olona thando lukhulu umntu anokuzithanda ngalo izihlobo zakhe kukuba ubomi bakhe abuncamele zona. 14Nizizihlobo zam ke nina, ukuba niyayenza imiyalelo yam.

UYOHANE 15:9-14XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Readings at the close of the year that contain the last words Jesus spoke to his disciples immediately before and after his death and resurrection

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-