Bible Society of South Africa

Benediction – Day 363

Itekisi yeBhayibhile

UMATEWU 28

18Wasondela uYesu, wathi kubo: “Anikwe mna onke amagunya ezulwini nasemhlabeni. 19Ke ngoko hambani niye kuzenza abafundi zonke iintlanga, nibabhaptize egameni loYise, neloNyana, neloMoya oyiNgcwele; 20nibafundisa ukuba bazenze zonke izinto endiniyalele ngazo. Niyabona, mna ndinani yonke imihla, kude kube sekuphelisweni kwephakade eli.”

UMATEWU 28:18-20XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Readings at the close of the year that contain the last words Jesus spoke to his disciples immediately before and after his death and resurrection

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-