Bible Society of South Africa

Benediction – Day 361

Itekisi yeBhayibhile

UYOHANE 14

Isithembiso ngoMoya oyiNgcwele

15“Ukuba niyandithanda noyigcina imiyalelo yam. 16Wothi ke uBawo, ndakumcela, aninike omnye uMmeli, ukuze ahlale nani ngonaphakade. 17Lo Mmeli nguMoya wenyaniso, lowo ihlabathi lingenako ukumamkela, kuba lingenako ukumbona, lingamazi nokumazi. Nina ke niyamazi, kuba uhleli nani, eya kuba ngaphakathi kuni.

18“Ndiyabuya; andiyi kunishiya niziinkedama. 19Selisondele ixesha lokuba ihlabathi lingabi sandibona. Kodwa nina niya kundibona, kuba mna ndiyaphila, naye nani niya kuphila.

UYOHANE 14:15-19XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Readings at the close of the year that contain the last words Jesus spoke to his disciples immediately before and after his death and resurrection

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-