Bible Society of South Africa

Hope through Prayer – 28 January 2020

Neville Turley

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 4

6Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo zenu ziseni kuThixo ngomthandazo, nimbongoze ninombulelo. 7Ke lona uxolo lukaThixo olungaphaya kokuqonda luya kuzalusa iintliziyo neengcinga zenu ningahlukani noKrestu.

KWABASEFILIPI 4:6-7XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UMATEWU 7

Thandazani nizingisile

7“Celani nophiwa, funani nofumana, nkqonkqozani novulelwa; 8kuba wonke umntu ocelayo uyazúza, nalowo ufunayo uyafumana, nalowo unkqonkqozayo uyavulelwa. 9Ngubani na kuni onokuthi enonyana ocela isonka, asuke amnike ilitye; 10okanye athi, akucela intlanzi, asuke amnike inyoka? 11Ukuba ke ngoko nina, nikhohlakele nje, niyakwazi ukubapha abantwana benu izipho ezilungileyo, wobeka phi na ke yena uYihlo osezulwini ukugqithisa ukubapha okulungileyo abo bacelayo kuye?

UMATEWU 7:7-11XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

IINDUMISO 40

Ingoma yombongo

Umhobe kaDavide.

1Ndakhala ndijonge *kuNdikhoyo,

wada wandiva ndakuzibika kuye.

IINDUMISO 40:1XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

EKAYAKOBI 5

17Ewe, uEliya wayengumntu efana nathi. Kodwa wathandaza ngokuzimisela ukuba ingani imvula, ngenene labalela iminyaka emithathu enesiqingatha. 18Waphinda wathandaza, saza isibhakabhaka sayithoba imvula, lachuma ilizwe.

EKAYAKOBI 5:17-18XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

2 KWABASEKORINTE 12

7Ngoko ke, ukuze ndingakhukhumali likratshi ngenxa yezi zityhilelo zimangalisayo, ndabethwa ngesifo esaba sisithunywa sikaSathana ukuze sindintlithe ndingazingci ngokugqithisileyo. 8Ndayithandaza kathathu iNkosi, ndiyicela ukuba isisuse kum. 9Kodwa yandiphendula yathi: “Ubabalo lwam lukwanele, kuba amandla am acaca xa ubuthathaka.” Ngoko ke ndikhetha ukuqhayisa ngezinto ezibonakalisa ubuthathaka bam, ukuze ndikuve ukongama kwamandla kaKrestu phezu kwam. 10Ndanelisekile ke ngoko nokuba ndibuthathaka, nokuba ndiyagxekwa, nokuba nditsala nzima, nditshutshiswa, ndithwala iimbandezelo ngenxa kaKrestu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.

2 KWABASEKORINTE 12:7-10XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

ULUKA 1

13Isithunywa eso sathi kuye: “Musa ukoyika, Zakariya. UThixo uwuvile umthandazo wakho. Umfazi wakho uElizabhete uya kuzala unyana. Uze umthiye igama elinguYohane. 14Ukuzalwa kwakhe kuya kukuphathela uvuyo nolonwabo, ize loo nto ibe luvuyo nakubantu abaninzi. 15Yena uya kubaluleka eNkosini, angaseli wayini nasiselo sinxilisayo, alawulwe nguMoya oyiNgcwele kwasekuzalweni kwakhe. 16Uya kubuyisela amaSirayeli amaninzi eNkosini uThixo wawo. 17Uya kuyibhulela umbethe iNkosi, enamandla njengoEliya, axolelanise uyise nomntwana, ababuyisele ebulungiseni abangevayo, alungiselele iNkosi abantu bayo.”

ULUKA 1:13-17XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Ikhona into engahambi ngandlela

Don’t worry about anything, but in all your prayers ask God for what you need, always asking him with a thankful heart. And God’s peace, which is far beyond human understanding, will keep your hearts and minds safe in union with Christ Jesus.” Philippians 4:6-7 (GNT)

Prayer played a vital part in the life of our Lord. It should be an integral part of our life too.  Our Lord told us that when we approach the throne of grace, seeking and searching God’s guidance and help, we would be blessed. (Matthew 7:7-11)

But how should we pray? David had the right attitude when he was in distress: “I waited patiently for the Lord’s help; then he listened to me and heard my cry.” (Psalm 40:1) Too often when we pray we expect God to immediately grant what we want. However God has his own timetable and it’s his will not ours that prevails.

God answers every prayer in one of three ways – yes, no and when the time is right.

Yes, as in the case of Elijah the prophet: “He prayed earnestly that there would be no rain, and no rain fell on the land for three and a half years. Once again he prayed, and the sky poured out its rain and the earth produced its crops.”(James 5:17-18)

No, as in the case of Paul: Three times he prayed to God to remove the “thorn in the flesh”that was tormenting him and hindering his ministry. Instead God granted Paul grace to bear his suffering in order to experience the protection of Christ’s power over him. (2 Corinthians 12:7-10)

When the time is right, as in the case of the priest, Zachariah and Elizabeth.  For many years they prayed for a child. When they were old, the angel, Gabriel, brought them the news; they would have a son who would be filled with the Holy Spirit from birth and pave the way for the Lord. (Luke 1:13-17)

God is a prayer-hearing and a prayer-answering God to whom we can make our needs known. When we pray we enter into the divine presence of God. There we can confess our sins and he will forgive us and purify us from all our wrongdoings. Read 1 John 1-9.

Paul urged the church at Thessalonica to “pray at all times”, we should too.

Prayer: Heavenly Father, thank you for the hope we have in prayer and help us to remain in constant dialogue with you. Amen

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-