Ndim elo bhinqa – Usuku 2
Owasetyhini waseBhayibhileni uphila ebudlelaneni nabanye abantu
Akaphili elilolo. Uphila enobudlelane nabanye abantu. Ke indlela adlelana ngayo nomntu ngamnye ayifani, yaye ibiza igalelo elilodwa.
Nawe ke uzibhaqa sele usithi: Ndim elo bhinqa!
Itekisi yeBhayibhile
UMSEBENZI WABATHUNYWA 9
Ukuvuswa kukaTabhita
UMATEWU 19
UNCUTHU LWENGOMA 1
Umyeni
UNCUTHU LWENGOMA 2
Umtshakazi
UNCUTHU LWENGOMA 3
UNCUTHU LWENGOMA 5
KUMAHEBHERE 13
EYEZIQALO 29
1 KWABASEKORINTE 7
IINDUMISO 127
1 YOOKUMKANI 3
Isigwebo sobulumko
IINKOKHELI 13
IZAFOBE 1
Icebiso kubafana
2 YOOKUMKANI 4
Amafutha omhlolokazi
URUTE 1
URUTE 2
URUTE 1
ULUKA 22
UYesu ulumkisa uPetros
ULUKA 15
Umzekeliso ngemali eyayilahlekile
2 YOOKUMKANI 5
Ukuphiliswa kukaNahaman
2 YOOKUMKANI 5
URUTE 1
EKAYAKOBI 1
KWABASEROMA 8
KWABASEROMA 8
UYOHANE 8
Unobubele Ungumfazi olilungisa kumyeni wakhe Ungumama kubantwana bakhe Uba ngunina uyise engekho Ungumolokazana Unguninazala Unobuhlobo Uba ngumhlolokazi Uba ngumfazi omtshato wakhe waqhawulwayo Uba ngumfazi okrexezileyo