Bible Society of South Africa

The Mission to the World – Day 278

Itekisi yeBhayibhile

EYEZIQALO 9

8Uqokele wathi uThixo kuNowa nakoonyana bakhe: 9“Ngoku ndiza kwenza umnqophiso nani kwakunye nenzala yenu, 10nazo zonke izinto eziphilayo: izilo zonke, kunye nempahla efuyiweyo, neentaka zonke; nditsho yonke into ebisenqanaweni kunye nani. 11Ndithi andisobe ndizitshabalalise ngemvula kwakhona izinto eziphilayo. Ilizwe alisobe liphinde lipheliswe ngemvula. Ngumnqophiso wam lowo.

EYEZIQALO 9:8-11XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Beginning with God’s covenants with Noah, Abram and David, these readings explore God’s ongoing mission to restore his broken creation, drawing people back to himself. God’s mission finds its fulfilment in the person and work of Jesus Christ, a mission which the church continues today

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-