Bible Society of South Africa

The Mission to the World – Day 277

Itekisi yeBhayibhile

EYEZIQALO 1

27Wamdala ke uThixo umntu. Wamenza wangumfuziselo wakhe. Wadala umntu oyindoda kwakunye nomntu obhinqileyo. 28Wabathamsanqelisa uThixo wathi: “Yandani, inzala yenu ilizalise ilizwe, nilongamele. Ndininika igunya phezu kweentlanzi, iintaka, nazo zonke izilo elizweni.

EYEZIQALO 1:27-28XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Beginning with God’s covenants with Noah, Abram and David, these readings explore God’s ongoing mission to restore his broken creation, drawing people back to himself. God’s mission finds its fulfilment in the person and work of Jesus Christ, a mission which the church continues today

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-