Bible Society of South Africa

The Blessing of Fruitfulness – Day 313

Itekisi yeBhayibhile

2 KWABASEKORINTE 9

6Nize nikhumbule ukuba ohlwayela kancinane uvuna kancinane, ohlwayela kakhulu avune isivuno esikhulu. 7Elowo ke makanikele kangangoko agqibe ngako, engenasikrokro, engaziva enyanzelekile, kuba uThixo uthanda umntu opha ngobubele. 8Kaloku unako uThixo ukunipha nangaphezu kweemfuneko zenu, ukuze nisoloko nanele kwiimeko zonke, nibe nako ukuhlangabezana nayo yonke imisebenzi emihle,

2 KWABASEKORINTE 9:6-8XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings that explore the theme of “fruitfulness”: what happens when God is at work in our life

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-