Bible Society of South Africa

The Blessing of Fruitfulness – Day 312

Itekisi yeBhayibhile

2 KAPETROS 1

5Ngenxa yaloo nto ke kufuneka nenze unako-nako ukongezelela ukholo ngesidima, nesidima ngengqiqo, 6ingqiqo ngokuzeyisa, nokuzeyisa ngonyamezelo, unyamezelo ngembeko, 7nembeko ngokuhlobana, nokuhlobana ngokuthanda abantu bonke. 8Xa ninazo ngokwaneleyo, zisanda ngokwanda ezi zinto, zonenza nikhuthale nivelise neziqhamo, nazane nokwazana ngenene neNkosi yethu uYesu Krestu.

2 KAPETROS 1:5-8XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings that explore the theme of “fruitfulness”: what happens when God is at work in our life

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-