Bible Society of South Africa

Power in Weakness – Day 196

Itekisi yeBhayibhile

2 KWABASEKORINTE 12

9Kodwa yandiphendula yathi: “Ubabalo lwam lukwanele, kuba amandla am acaca xa ubuthathaka.” Ngoko ke ndikhetha ukuqhayisa ngezinto ezibonakalisa ubuthathaka bam, ukuze ndikuve ukongama kwamandla kaKrestu phezu kwam. 10Ndanelisekile ke ngoko nokuba ndibuthathaka, nokuba ndiyagxekwa, nokuba nditsala nzima, nditshutshiswa, ndithwala iimbandezelo ngenxa kaKrestu. Kuba xa ndibuthathaka, kuxa kanye ndinamandla.

2 KWABASEKORINTE 12:9-10XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

God’s people frequently encounter circumstances that make them feel weak and restless: these meditations draw us to God, who graciously pours out his strength and peace into our lives.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-