Bible Society of South Africa

Hope in Suffering – Day 210

Itekisi yeBhayibhile

2 KWABASEKORINTE 4

7Kambe ke obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze kucace ukuba amandla ancamisayo ngakaThixo, akangowethu. 8Ke, sithi sisezimbandezelweni zingasixini noko; sithingaze maxa wambi, kodwa singancami; 9singqingwe ziintshaba, kodwa asize singabi namhlobo; sintlithwa kanobom, singafi noko. 10Lonke ixesha sisoloko sithwele ukufa kukaYesu, ukuze ubomi bakhe bubonakale kuthi ziqu.

2 KWABASEKORINTE 4:7-10XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Suffering is a reality in a broken world. Scripture acknowledges this reality, but points us to the transforming presence of God in our lives, regardless of our circumstances, and the words of hope he speaks over our world

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-