Bible Society of South Africa

Hope in Suffering – Day 209

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEROMA 8

25Kodwa ke into esingayiboniyo, esithembe ukuyifumana, siyilindela ngomonde.

26Ngokukwanjalo noMoya uyasixhasa ekusweleni kwethu amandla, kuba kaloku asiyazi eyona ndlela singathandaza ngayo. Kodwa ke kweso singqala sethu sikhohliwe uMoya ngokwakhe uyasithethelela. 27Ke uThixo oziphengululayo iintliziyo uyazazi iingcamango zoMoya, kuba kaloku uMoya uthethelela abantu bakaThixo ngokwentando kaThixo.

KWABASEROMA 8:25-27XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Suffering is a reality in a broken world. Scripture acknowledges this reality, but points us to the transforming presence of God in our lives, regardless of our circumstances, and the words of hope he speaks over our world

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-