Bible Society of South Africa

New Year – Day 6

Rule 6: Be willing to die a little of your own self to be with God.

Itekisi yeBhayibhile

ULUKA 9

23UYesu ke wabhekisa kubo bonke wathi: “Osukuba ethanda ukundilandela makazincame, awuthwale umnqamlezo wakhe imihla ngemihla, andilandele; 24kuba othe wabukokosa ubomi bakhe, wolahlekelwa bubo; kodwa othe wabuncama ubomi bakhe ngenxa yam, wobusindisa.

ULUKA 9:23-24XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UMATEWU 10

38Nalowo uthe akawuthwala umnqamlezo wakhe andilandele, akandifanelanga.

UMATEWU 10:38XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KUMAGALATI 2

20ngoko ke ayisendim ophilayo, nguKrestu ophilayo kum. Ubomi ke endibudlayo ngoku ndimanywe noNyana kaThixo, ndibudla ngokholo kulowo wandithandayo, wabuncama obakhe ubomi ngenxa yam.

KUMAGALATI 2:20XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Be willing to die a little of your own self to be with God, since God died to bring you closer to him.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-