Bible Society of South Africa

New Year – Day 5

Rule 5: Accept that faith may lead you where you do not want to go.

Itekisi yeBhayibhile

2 KUTIMOTI 4

7Ndizabalazile elugqatsweni olukhulu; ngoku ndifikile entanjeni; ke lona ukholo ndilugcinile. 8Ngoku ke sendilindelwe yimbasa, isithsaba esibonakalisa ubulungisa, eya kundithwesa sona ngaloo Mini inkulu iNkosi, uMgwebi ogweba engenaxanasi. Phofu ke asindim ndedwa olindelwe seso sithsaba, koko ngabo bonke abayithandayo iNkosi eza kufika.

2 KUTIMOTI 4:7-8XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KUMAHEBHERE 11

Ukukholwa

1Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo.

KUMAHEBHERE 11:1XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASE-EFESE 4

3Zamelani ukuhlala ngoxolo niyilaa mbumba yamanyama wanenza nayiyo uMoya oyiNgcwele.

KWABASE-EFESE 4:3XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOSHUWA 22

22“Oyena unguThixo nguNdikhoyo! Ewe, oyena unguThixo nguye uNdikhoyo! Nguye owaziyo ukuba sikwenzeleni na oku, yaye nani sifuna nazi. Ukuba oku sikwenze ngokungathembeki kuNdikhoyo, okanye ngokumvukela, masingasindi ekufeni namhlanje.

UYOSHUWA 22:22XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Accept that faith binds you with holy ties and at times may lead you where you do not want to go. God is not lead about by you; He is the one who leads.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-