6Ngoko ke sihlala sinethemba. Kaloku siyazi ukuba xa sisekulo mzimba, sikude nelo khaya liseNkosini. 7Kuba siphila ngokukholwa, kungekuko ngezinto esizibonayo.