9Kuba kaloku uThixo akasinyulelanga ingqumbo, usinyulele ukuba sizuze usindiso ngoYesu Krestu iNkosi yethu, 10owasifela ukuze sihlale kunye naye, nokuba silele nokuba asilele.