28“Yizani kum, nina nonke nisindwayo, nibulalekayo; ndoniphumza. 29Ngenani edyokhweni yam, nifunde kum, kuba mna ndilulamile, ndingontliziyo ithobekileyo. Nothi ke nizifumanele ukuphumla iintliziyo zenu,