Bible Society of South Africa

Ukubizelwa unakekelo – Day 22

Ukunyaniseka

Itekisi yeBhayibhile

1 KUTIMOTI 6

Iziyalo

11Kodwa ke, wena mntu uzinikele ngokupheleleyo kuThixo, zicezele zonke ezi zinto. Phuthuma ukulungisa, unqulo, ukuthemba, uthando, ukunyamezela, nobulali. 12Kolu gqatso lokholo yenza konke okusemandleni ukuze ubufumane ubomi obungonaphakade. Ewe, kaloku wabizelwa yona le njongo, ngokuya wawusenza isivumo sokholo phambi kwamangqina amaninzi. 13Ngoku ke ndiyakugunyazisa phambi koThixo umniki bomi kuzo zonke izinto, naphambi koYesu Krestu, owenza isivumo wangqina phambi koPontiyo Pilato. 14Wuthobele umyalelo, uwuphathe nyulu ungenabala, kude kube yiMini yokubonakala kweNkosi yethu uYesu Krestu.

1 KUTIMOTI 6:11-14XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Ezinye zeempawu ezibalulekileyo zomnakekeli kukunyaniseka: ukunyaniseka kuThixo nakusekunyanisekeni kwabanye abantu. Funda indlela uPawulos acenga ngayo uTimoti ukuba ahlale enyanisekile.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-