Bible Society of South Africa

Ubulumko banaphakade – Day 7

Sazi njani ukuba isono yintoni? - Part 3
- UThixo uyasigweba isono

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEROMA 1

Isono soluntu

18Ingqumbo kaThixo ibonakala ivela ezulwini. Yona ichasene naso sonke isono nokungalungisi kwabantu abayithintelayo inyaniso ngokona.

KWABASEROMA 1:18XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

KWABASEROMA 14

12Ngoko ke sonke ngabanye siya kunika ingxelo phambi koThixo.

KWABASEROMA 14:12XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

EKAYAKOBI 5

9Mawethu, musani ukukhalazelana ukuze ningagwetywa nguThixo. Ngenene yena uMgwebi usemnyango.

EKAYAKOBI 5:9XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Isono asihambelani nje nendlela uThixo ayiyo, ngoko ke, sifanele ukuba sigwetywe.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-