Bible Society of South Africa
Gawie van Jaarsveld

Book of Philippians – Day 10

Joy … and contentment

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 4

Umbulelo

10Ndimanyene neNkosi, yaye ndivuya gqitha kuba emva kwethuba elingaka kuphinde kwabalasela ukundikhathalela kwenu. Phofu kakade nanindikhathalele, koko niswele ithuba. 11Xa nditshoyo ke andikhalazeli kuswela. Kaloku mna ndafunda ukwanela nakuyiphi na imeko endikuyo. 12Ndiyazana nokuswela, kanti ke futhi ndikuqhelile ukuba nento yonke. Ndiwaqhelile amahlandinyuka obomi: intlutha nendlala, ubutyebi nokuswela. 13Ndinako ukumelana nayo nayiphi na imeko ngenxa yamandla alowo undomelezayo.

KWABASEFILIPI 4:10-13XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

• Which verse or word would you like to reflect about more?
• To be content in spite of one’s circumstances is something worth following/pursueing. This will imply thinking about/reflecting on one’s circumstances in a different way, just like Paul.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-