Bible Society of South Africa
Hennie Symington

Prayer – Day 1

Prayer for mercy

Itekisi yeBhayibhile

EYEZIQALO 18

28Ukuba ngaba kukho amashumi amane anantlanu endaweni yamashumi amahlanu, ungátshabalalisa isixeko sonke ngenxa yokuba bengaphantsi nje ngesihlanu abantu abamsulwa?”

Uthe uNdikhoyo: “Nokuba ngamashumi mane anantlanu abantu abamsulwa, ndosisindisa isixeko.”

29Ubuye wathi uAbraham: “Ukuba ngamashumi mane nje kuphela?”

Uthe uNdikhoyo: “Sosinda nokuba kunjalo.”

30Wathi ke uAbraham: “Mhlekazi, ungakhathazeki, ndisafuna ukuqonda. Kuya kuthini ke xa bengamashumi amathathu?”

“Nokuba ngamashumi amathathu, sosinda,” utshilo uNdikhoyo.

31“Ndinyamezele, Mhlekazi,” utshilo uAbraham. “Ukuba bangamashumi mabini kuphela, kothini?”

“Nokuba bangamashumi mabini, ndosisindisa isixeko,” utshilo uNdikhoyo.

32Wathi uAbraham: “Mhlekazi, selundinyamezela oku kokugqibela! Kuya kuthini ukuba lishumi linye kuphela abantu abamsulwa abalapho?”

“Nokuba lishumi nje qha, andiyi kusitshabalalisa isixeko,” utshilo uNdikhoyo.

EYEZIQALO 18:28-32XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

EYEZIQALO 19

29Kodwa uThixo wasikhumbula isicelo sika-Abraham ukubhubhisa kwakhe loo ntili, wamsindisa uLothe.

EYEZIQALO 19:29XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

On the theme of prayer in the Bible: What would man have been without prayer? Nothing more than a mindless animal driven by his own instincts. But mankind is different: God spoke to him, and he responded. So, let’s pray.

The prayer of Abraham stands as one of the most daring prayers in the Bible. It is seen as the first formal prayer in the Bible and the first known negotiation with God for the sparing of the lives of the righteous on record. Abraham not only challenges God but is also a masterful negotiator in prayer. From this prayer we learn what compassion we should feel for sinners, and how earnestly we should pray for them.

Even more amazing was that it was God himself who invited Abraham to the negotiating table asking: “Shall I hide from Abraham what I am doing”? (Genesis 18:17). But what made God suppose Abraham would care about this well-deserved judgment ready to fall? Well, for one thing, Abraham’s nephew Lot lived in one of the cities, but he never mentioned that to the Lord. Instead, out of compassion he cried out on behalf of any, if any, righteous inhabitants who might die along with the wicked.

Abraham’s negotiation for the lives of the people of Sodom and Gomorrah certainly qualifies as one of the great prayers of the Bible. And what makes it truly memorable is the back and forth between God and Abraham. From this we see that the prayer of a righteous man carries much weight.

Many centuries later there would be another great negotiation for the soul of mankind: Jesus offering to pledge his own life for the salvation of many.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-