Bible Society of South Africa

Nam Ndingumntu – Usuku 6

Ndixolelwe.

Itekisi yeBhayibhile

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13

38-39Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo *umthetho kaMosis.

UMSEBENZI WABATHUNYWA 13:38-39XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-