Bible Society of South Africa

The Stain of Sin – Day 130

Reflecting upon our own sinfulness, these readings declare the mercy of God and the forgiveness we find through Jesus Christ.

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEROMA 3

Ubulungisa bungokholo kuKrestu

21Ngoku ke indlela uThixo abalungisa ngayo abantu ibonakalisiwe, ingeyiyo eyomthetho. Kambe ke iyangqinelwa *ngumthetho kaMosis *nangabashumayeli bamandulo. 22Yona kukukholwa nokuzinikela kuYesu Krestu. UThixo ubenza amalungisa bonke abakholwayo kuYesu, kuba akanamkhethe. 23Kaloku bonke bonile; bayalabalaba kubuqaqawuli ababulungiselelwe nguThixo. 24Kanti ke uThixo uyabababala abantu; ubenzela isisa: nangona bengafanelanga ubagwebela ngaye uYesu Krestu obakhululayo.

KWABASEROMA 3:21-24XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-