Bible Society of South Africa

The Mission to the World – Day 289

Itekisi yeBhayibhile

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4

18Babangenisa kwakhona, baza babayala ukuba ze bangaphindi bathethe okanye bafundise ngegama likaYesu. 19UPetros noYohane bona baphendula bathi: “Zahluleleni nina ngokwenu ukuba kulunge kuphi na phambi koThixo; kukho ukwenza intando yenu, kukho nokwenza intando kaThixo. 20Thina asinakuyeka ukuthetha ngento esiyibone sayiva ngokwethu.”

UMSEBENZI WABATHUNYWA 4:18-20XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Beginning with God’s covenants with Noah, Abram and David, these readings explore God’s ongoing mission to restore his broken creation, drawing people back to himself. God’s mission finds its fulfilment in the person and work of Jesus Christ, a mission which the church continues today

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-