Bible Society of South Africa

The Mission to the World – Day 275

Itekisi yeBhayibhile

EKAYAKOBI 2

17Lunjalo ke ukholo olungaqhubeli mntu kwenzeni nto; luyinto nje efileyo.

18Ewe, ningatsho ukuthi omnye umntu unako ukuba nokholo, kanti nomnye unako ukwenza imisebenzi ethile. Kodwa ke mna ndithi ukuphendula: Khawundibonise ukuba ngaba lufezekile na olo kholo wena uthetha ngalo lungenamisebenzi lubonakala ngayo. Mna ndokubonisa ngemisebenzi ukholo endinalo.

EKAYAKOBI 2:17-18XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Beginning with God’s covenants with Noah, Abram and David, these readings explore God’s ongoing mission to restore his broken creation, drawing people back to himself. God’s mission finds its fulfilment in the person and work of Jesus Christ, a mission which the church continues today.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-