Bible Society of South Africa

The Book of Life – Day 265

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEROMA 10

16Kodwa asingabo bonke abazamkeleyo iindaba ezimnandi, njengoko atshoyo noIsaya ukuthi: “Nkosi, ngubani na othe wakholwa ludaba lwethu?” 17Ngoko ke ukholo luvuswa ngokuvakaliswa kodaba; ke lona udaba luvakalisa uKrestu.

18Ngaba awevanga na kodwa amaSirayeli? Ewe, avile. Kaloku iziBhalo zithi:

“Ukuhlokoma kwelizwi labo kuvakala kuwo wonke umhlaba;

namazwi abo afikelela eziphelweni zehlabathi.”

KWABASEROMA 10:16-18XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings declaring the beauty and power of God’s word

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-