Bible Society of South Africa

The Blessing of Fruitfulness – Day 318

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEKOLOSE 1

9Ngenxa yeso sizathu ke, ukususela mhla seva ngani, asiphezi ukunithandazela. Siyamcela uThixo ukuba aniphe ukuyazi intando yakhe, nibe nabo bonke ubulumko nokuqonda okuvela kuMoya. 10Ngoko ke niya kuba nako ukuziphatha ngendlela ethandekayo eNkosini, niyikholise ngeendlela zonke. Xa kunjalo ke ubomi benu buya kuqhama ziintlobo-ntlobo zemisebenzi elungileyo, nani nikhule ekumazini uThixo. 11Wanga anganomeleza ngamandla akhe agqitha ukuqonda, ukuze nibe nako ukunyamezela ninomonde novuyo. 12Bulelani kuBawo onenze nakufanela ukuba nenxaxheba kwilifa labantu bakhe ebuqaqawulini.

KWABASEKOLOSE 1:9-12XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings that explore the theme of “fruitfulness”: what happens when God is at work in our life

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-