Bible Society of South Africa

The Blessing of Fruitfulness – Day 315

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 3

10Inye kuphela ke into endiyifunayo: kukwazana noKrestu, ndize nam ndiweve ukusebenza kwawo amandla okuvuka kwakhe, ndibe nenxaxheba kwiimbandezelo zakhe, ndimanywe naye ekufeni kwakhe, 11ndinethemba lokuba nam ndovuswa ekufeni.

Ukusukela entanjeni

12Asikuko nokuba ndithi sendiphumelele, okanye sendigqibelele, nto nje ndihlala ndixhinele phambili, ndizabalazela ukuba kubekho lutho ndiluzuzayo, kuba nam ndazuzwa nguKrestu Yesu.

KWABASEFILIPI 3:10-12XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

A series of readings that explore the theme of “fruitfulness”: what happens when God is at work in our life

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-