Bible Society of South Africa

Ruth – Day 226

Itekisi yeBhayibhile

URUTE 3

2Laa mfo uBhowazi, lowa ubuthe nca kubasebenzi bakhe ukhwahlaza, sisizalwane esisondeleyo kuthi, esijonge kuye njengomkhululi. Ngokuhlwanje uza kubhula ele irhasi esandeni sakhe. 3Wena ke uze uhlambe, uziqhole, wambathe kakuhle, wandule ke ukuya esandeni sakhe. Kodwa ke uze ungazivezi kuye de agqibe isidlo sakhe. 4Xa eya kulala uze uqaphele apho aya kulala khona, uye kutyhila ingubo, ungqengqe ngasezinyaweni zakhe. Yena ke wokuxelela ukuba makuthiweni na.”

5URute wathi ku ninazala: “Ndokwenza konke ondixeleleyo.”

The book of Ruth: a story of suffering and loss giving way to hope and new beginnings

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-