Bible Society of South Africa

Power in Weakness – Day 185

Itekisi yeBhayibhile

IINKOKHELI 6

12Isithunywa eso ke sabonakala kuye sathi: “UNdikhoyo unawe, gorhandini lomeleleyo!”

13UGidiyon wathi kuso: “Ngxe, Mhlekazi! Ukuba uNdikhoyo unathi, kungani ukuba sihlelwe zizinto ezinje? Zaya phi eza zigigaba zezinto ezimangalisayo sasihlala sibaliselwa ngazo ngoobawo, kusithiwa uNdikhoyo wayezenza – ezo wazenzayo nasekubakhululeni kwakhe eJiputa? Kungokunje uNdikhoyo usilahlile; usinikele ezandleni zamaMidiyan.”

14UNdikhoyo ke wabheka kuye, wathi: “Hamba ngala mandla unawo, uwasindise amaSirayeli ezandleni zamaMidiyan. Kaloku ndim okugunyazisayo.”

IINKOKHELI 6:12-14XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

God’s people frequently encounter circumstances that make them feel weak and restless: these meditations draw us to God, who graciously pours out his strength and peace into our lives.

Bible Society of South Africav.4.27.6
SIFUMANE KU-