Bible Society of South Africa

Longing for God – Day 249

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 4

4Ngoko ke, nimanywe neNkosi nje, yonwabani! Ewe, ndiyaphinda ndithi vuyani!

5Bazeleleleni bonke abantu. INkosi isemnyango. 6Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo zenu ziseni kuThixo ngomthandazo, nimbongoze ninombulelo. 7Ke lona uxolo lukaThixo olungaphaya kokuqonda luya kuzalusa iintliziyo neengcinga zenu ningahlukani noKrestu.

KWABASEFILIPI 4:4-7XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Prayer: the astonishing privilege of talking with God. These readings include prayers of longing and lament, Jesus’ teaching on prayer, and some of the best loved prayers in the Bible

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-