Bible Society of South Africa

Longing for God – Day 241

Itekisi yeBhayibhile

2 YOOKUMKANI 19

17Sivile, Ndikhoyo, ukuba ookumkani baseAsiriya bazibhuqa bazitshabalalisa ezi zizwe kunye nemihlaba yazo. 18Oothixo bazo wabafaka emlilweni, wabatshabalalisa; kuba kakade babengethixo, koko yimifanekiso eqingqwe zizandla zabantu ngomthi nangelitye. 19Ngoko ke ngoku, Ndikhoyo Thixo wethu, khawusihlangule kulo mfo, khon' ukuze zonke izikumkani zehlabathi ziqonde ukuba nguwe wedwa, Ndikhoyo, onguThixo.”

2 YOOKUMKANI 19:17-19XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Prayer: the astonishing privilege of talking with God. These readings include prayers of longing and lament, Jesus’ teaching on prayer, and some of the best loved prayers in the Bible

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-