Bible Society of South Africa

Longing for God – Day 239

Itekisi yeBhayibhile

UEZRA 8

22Kambe ke ndaba neentloni ukucela ukuba ukumkani asinike amajoni nabakhweli-mahashe ukuze asikhusele ezintshabeni zendlela; kaloku apho kukumkani sasithe: “Isandla esikulunga sikaThixo wethu siphezu kwabo bonke abakhangela kuye ukuze balungelwe; ke wona amandla akhe nengqumbo yakhe iyabachasa bonke abo bamlahlayo.” 23Ngoko ke sazila sakhunga kuThixo wethu ngalo mbandela, waza wawuphendula umthandazo wethu.

UEZRA 8:22-23XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Prayer: the astonishing privilege of talking with God. These readings include prayers of longing and lament, Jesus’ teaching on prayer, and some of the best loved prayers in the Bible

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-