Bible Society of South Africa

Hope in Suffering – Day 204

Itekisi yeBhayibhile

KWABASEFILIPI 1

19Kaloku ndiyazi ukuba ngemithandazo yenu, nangoncedo loMoya kaYesu Krestu ndiya kusinda. 20Umnqweno nethemba lam kukuba ndinganikezeli, kodwa ngamaxesha onke, ingakumbi ngoku, ndikhuthale, ukuze ubume bam bonke bunike isidima kuKrestu, ndiphila okanye ndifile. 21Kambe ke, ukudla ubomi, kum kukuthobela uKrestu. Ukufa ke kona kuzisa lukhulu.

KWABASEFILIPI 1:19-21XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Suffering is a reality in a broken world. Scripture acknowledges this reality, but points us to the transforming presence of God in our lives, regardless of our circumstances, and the words of hope he speaks over our world

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-