Bible Society of South Africa

His Kingdom Comes – Day 85

Beginning with the truth that the Lord is king over all the earth, reading of God's promise of a coming king, Christ's declaration and explanation of the Kingdom, and culminating with a glimpse towards the day when the kingdom of the world becomes the kingdom of our Lord and of his Messiah, when he will reign for ever and ever.

Itekisi yeBhayibhile

UMATEWU 4

UYesu uyafundisa aphilise

23UYesu wayelityhutyha lonke elaseGalili, efundisa *ezindlwini zesikhungo, evakalisa iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo, ephilisa abantu kwizifo zonke nemikhuhlane yonke. 24Lwaphuma udumo lwakhe, lwavakala kulo lonke elaseSiriya, babazisa kuye bonke abagulayo, benezifo neentuthumbo, nabaphethwe ziindimoni, nabanesithuthwane, nabafe umzimba, waza wabaphilisa.

UMATEWU 4:23-24XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-