Bible Society of South Africa

God’s Dwelling Place – Day 168

Meditations on the founding and growth of the church: the body of Christ, holding out the truth of the gospel, spreading throughout the whole world, frequently oppressed and suffering, but sure in the hope of a new heavens and earth.

Itekisi yeBhayibhile

KWABASE-EFESE 2

14Kuba kaloku nguye umxolelanisi. Iintlanga namaJuda uzenze zasisizwe esinye. Yena buqu waludiliza udonga lobutshaba obelusahlule. 15Kaloku uwubhangisile umthetho nemiyalelo kwanemimiselo yawo, ukuze ngezi zizwe zibini adale isizwe esitsha esimanywe naye ngokwakhe. Ngaloo ndlela ke udale uxolo. 16Ewe, ngomnqamlezo wakhe uKrestu ububhangisile ubutshaba, waza ezi zizwe zibini wazixolelanisa zayimbumba yamanyama kuThixo. 17Ngoko ke weza washumayela iindaba ezimnandi zoxolo, kuni nina babekade bekude, nakwabo bebekufutshane kakade. 18Kaloku sonke, amaJuda kwaneentlanga, singena ngoKrestu, siye kufikelela kuBawo ngenkqu, sikuMoya omnye.

KWABASE-EFESE 2:14-18XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.27.6
SIFUMANE KU-