Bible Society of South Africa

God’s Dwelling Place – Day 166

Meditations on the founding and growth of the church: the body of Christ, holding out the truth of the gospel, spreading throughout the whole world, frequently oppressed and suffering, but sure in the hope of a new heavens and earth.

Itekisi yeBhayibhile

KUTITO 2

11Kaloku uThixo usibonakalisile isisa sakhe, ukuze asindise lonke uluntu. 12Ngaso safundiswa ukuzilumla kwizinto ezisahlukanisa noThixo, nakwiminqweno emibi. Sifundiswe nokuhlala singcathu sinyanisekile, nokuhlonela uThixo kobu bomi. 13Senjenjalo sikhangele ngethemba kuloo mhla aya kuvela ngawo enobungangalala uThixo wethu omkhulu, uMsindisi wethu uYesu Krestu. 14Nguye owazenza idini ngenxa yethu, wasikhupha ekudeleni umthetho. Wasenza abantu bakhe abanyulu, abalangazelela ukwenza okulungileyo.

KUTITO 2:11-14XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.27.6
SIFUMANE KU-