Bible Society of South Africa

God’s Dwelling Place – Day 160

Meditations on the founding and growth of the church: the body of Christ, holding out the truth of the gospel, spreading throughout the whole world, frequently oppressed and suffering, but sure in the hope of a new heavens and earth.

Itekisi yeBhayibhile

UMATEWU 16

16Waphendula uSimon Petros wathi: “Wena unguye *uKrestu, uNyana kaThixo ophilayo.”

17Waphendula uYesu wathi kuye: “Unethamsanqa wena, Simon nyana kaJona, kuba le nto akuyityhilelwanga ngumntu, uyityhilelwe nguBawo osezulwini. 18Nam ke, ndithi kuwe: UnguPetros, igama elithetha ulwalwa; ndiya kulakhela kolu lwalwa ke ibandla lam, kwaye namandla okufa akayi kuloyisa.

UMATEWU 16:16-18XHO96Vula kumfundi weBhayibhile
Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-