Bible Society of South Africa

A Vision of Heaven – Day 327

Itekisi yeBhayibhile

1 KWABASETESALONIKA 4

Ukubuya kweNkosi

13Ndithanda ukunicacisela, mawethu, mayela nâbo bangasekhoyo, ukuze ningabi lusizi njengabantu abangenathemba. 14Kaloku siyakholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka. Ngokukwanjalo ke nâbo bafe bemanywe noYesu uThixo uya kubabuyisa kunye noYesu.

1 KWABASETESALONIKA 4:13-14XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Biblical passages that give us visions of a broken world made new, and of the Christian hope of resurrection

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-