A series of readings on the Easter story, exploring the reality and wonder of Jesus' death and resurrection.
26Xa babesitya uYesu wathatha isonka, wabulela, wasiqhekeza, wabanika abafundi bakhe, wathi: “Thathani nitye; ngumzimba wam lo.”
27Wathatha nendebe, wabulela, wabanika, wathi: “Selani kuyo nonke; 28kuba ligazi lam eli elisisiqinisekiso somnqophiso, eliphalazelwa abaninzi, ukuze baxolelwe izono. 29Ndithi kuni, andiyi kuphinda ndisele kwincindi yeediliya, kude kube yiloo mini ndiyisela kunye nani iyentsha kwikomkhulu likaBawo.”
30Bakuba becule indumiso, baphuma baya eNtabeni yemiNquma.