Bible Society of South Africa

A Good God – Day 25

Itekisi yeBhayibhile

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17

24UThixo lo udale ihlabathi nezinto ezikulo, uyiNkosi yezulu nomhlaba. Ngoko ke akahlali zindlwini zenziwe ngabantu, 25engaswele nto ngokokude abantu bazidube ngokumenzela nto. Kuba kaloku nguye ngokwakhe onika ubomi nomphefumlo, nazo zonke iimfuneko zoluntu lonke. 26Zonke iintlanga zabantu wazidala zaphuma mlibeni mnye, wazenza ukuba ziwume wonke umhlaba. Yena ngokwakhe kwangaphambili wazimisela amaxesha obomi, kunye nemida yokuhlala kwazo. 27Oku wakwenza ukuze zihlale zimzingela, hleze zimphuthaphuthe de zimfumane; nangona yena uThixo engekude kuthi sonke,

UMSEBENZI WABATHUNYWA 17:24-27XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

These readings declare the uniqueness of God, worshipping God for the beauty and wonder of his character.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-