Bible Society of South Africa

New Year – Day 10

Rule 10: Be part of God’s family.

Itekisi yeBhayibhile

KWABASE-EFESE 5

Hlalani ekukhanyeni

1Njengoko ke ningabantwana bakaThixo abaziintanda, fuzani yena.

KWABASE-EFESE 5:1XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

1 KAYOHANE 3

1Hayi ubukhulu bothando lukaThixo uYise kuthi! Uthando lwakhe lukhulu kangangokuba ude athi uThixo singabantwana bakhe. Kambe ke singabo ngenene. Yiyo loo nto lingasiqondi nje ihlabathi; noThixo kaloku alimazi. 2Bahlobo bam, singabantwana bakaThixo ngoku, kodwa ke into esiya kuba yiyo ayikacaci. Siyazi kambe ukuba akufika uKrestu siya kufana naye, kuba soba simbona njengoko anjalo.

1 KAYOHANE 3:1-2XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

1 KWABASETESALONIKA 4

10Ibe ke ngenene nani niziphethe ngale ndlela kuwo onke amakholwa kulo lonke elaseMakedoni. Phofu ke, mawethu, ndiyanikhuthaza ukuba niqhubele phambili ukwenjenjalo.

1 KWABASETESALONIKA 4:10XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

UYOHANE 1

12Kodwa bonke abâmamkeláyo, bezinikele kuye ngokupheleleyo, wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo.

UYOHANE 1:12XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Be part of God’s family. Life is a group outing which embraces family, community, church, country and all that it entails! Accept that there are sacred ties that bind you and that freedom only has meaning in belonging to a community – a community which defines your place in the greater order of things.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-