Bible Society of South Africa

40 DAYS – Time with God – Day 31

Reflecting the Glory of God

by Noelene Curry

Itekisi yeBhayibhile

EYEMFUDUKO 34

28Ke kaloku uMosis wahlala apho iintsuku ezingamashumi amane engatyi engaseli. Amazwi omnqophiso wawabhala apho emacwecweni, oko kukuthi imithetho elishumi.

Ukubuya kukaMosis eSinayi

29Ukubuya kwakhe entabeni uMosis ephethe loo mithetho ilishumi, ubuso bakhe babukhazimla, kuba ethethe *noNdikhoyo; kambe ke yena wayengayiqondi loo nto. 30UAron namaSirayeli onke babubona ukuba ubuso bakhe buyakhazimla, batsho boyika ukusondela kuye. 31Kodwa uMosis wababiza, waza uAron nazo zonke iinkokheli zamaSirayeli beza kuye, waza wathetha nabo. 32Kamva ke onke amaSirayeli aqokelelana kuMosis, waza ke wawaxelela yonke imiyalelo ayinikwe nguNdikhoyo entabeni iSinayi. 33Wathi ke akugqiba ukuthetha nabo uMosis, wabufaka isigqubuthelo ubuso bakhe. 34Wayesithi xa eza kuthetha noNdikhoyo asisuse isigqubuthelo. Ekubuyeni kwakhe ke wayewaxelela konke akuyalelwe nguNdikhoyo amaSirayeli.

EYEMFUDUKO 34:28-34XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

When Moses came down from Mount Sinai, he was not aware that his face was radiant – full of joy from receiving the words of God that were going to change the way the people of God would live in the future. We may not be aware of how we are radiating God’s word, but others will experience God in you.  Our world would be changed in a radical way if all believers spent thoughtful time with God and found that their presence effected those around them.  Take time out of worldly matters to  be in the presence of God.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-