Bible Society of South Africa

40 DAYS – Time with God – Day 28

Struggling

by Noelene Curry

Itekisi yeBhayibhile

EYEZIQALO 32

24kodwa yena wasala ngasemva.

Kwafika umntu, wajijisana naye kwada kwasekuzeni kokusa. 25Wathi loo mntu akubona ukuba akamngquli uYakobi, wamchukumisa enyongeni, yatsho yagungxuka endaweni yayo. 26Watsho esithi: “Ndiyeke ndihambe, kuyasa.”

UYakobi wathi: “Andisobe ndikuyeke, de undithamsanqelise.”

27“Ungubani igama lakho?” ubuzile loo mntu.

“NdinguYakobi,” uphendule watsho yena.

28Uthe ke loo mntu: “Akusokubuya kuthiwe unguYakobi, kuba kaloku wena ujijisene noThixo kwakunye nabantu, waphumelela. Ngoko ke kuya kuthiwa unguSirayeli igama lakho.

29Uthe yena uYakobi: “Nawe ndixelele elakho igama.”

Uthe loo mfo: “Uza kulenzani igama lam?” Watsho esikelela uYakobi.

30UYakobi wathi: “UThixo ndimbonile ubuso ngobuso, ndibe naku ndisaphila.” Wathi ke loo ndawo yiPeniyeli.

EYEZIQALO 32:24-30XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

Struggling with God? If we struggle with God, there will be consequences… we see in this text how Jacob’s hip was put out of joint. Take time to be alone with God. We need to cling to God and our struggles will be heard and we are promised direction in our times of struggle.  What if God gives us a new name that will enable us  to move from the place of the struggle. What would it be?

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-