Bible Society of South Africa

40 DAYS – Time with God – Day 16

Born to Flourish

by Kuzipa Nalwamba

Itekisi yeBhayibhile

EYEZIQALO 1

27Wamdala ke uThixo umntu. Wamenza wangumfuziselo wakhe. Wadala umntu oyindoda kwakunye nomntu obhinqileyo. 28Wabathamsanqelisa uThixo wathi: “Yandani, inzala yenu ilizalise ilizwe, nilongamele. Ndininika igunya phezu kweentlanzi, iintaka, nazo zonke izilo elizweni. 29Ndininika zonke izityalo ezithwala iinkozo elizweni, kunye nemithi ethwala iziqhamo. Zoba kukutya kwenu ezo zinto. 30Ke zona iintaka nezilo zonke ziya kutya uhlaza.” Kwaba njalo ke. 31UThixo wakholwa kakhulu yiyo yonke indalo yakhe. Kwahlwa, kwasa; yaba ngumhla wesithandathu ke lowo.

EYEZIQALO 1:27-31XHO96Vula kumfundi weBhayibhile

In the book of Genesis, we find a portrayal of God’s act of creation. The two creation narratives of Genesis 1 and 2 depict the goodness in creation and the harmonious existence between human beings and the rest of creation. The Spirit of God that hovered over the waters (1:2) breathed life into all that God created.

God made light and darkness and separated water from the sky and land from water. God then created vegetation, the sun and moon to govern day and night, living creatures on the land and in the sea and humans. God summed up each phase of creation as ‘good’.

Bible Society of South Africav.4.26.9
SIFUMANE KU-