1DUMISANI uyehova, nonke nina baheyideni! mbongeni nonke nina zizwe! 2Ngokuba ububele bake bukulu ngakuti; nenyaniso kayehova ingunapakade. — Dumisani uyehova!
Brauza ya hao ha e tshehetse odiyo ya HTML5.